Marko 8:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko batya bahlutha, kwaza kwaqokelelwa iibhaskithi ezinkulu ezisixhenxe zigcwele ngamaqhekeza ashiyekileyo.+ 9 Kwakukho amadoda amalunga ne-4 000 apho. Ekugqibeleni wathi mabagoduke abo bantu.
8 Ngoko batya bahlutha, kwaza kwaqokelelwa iibhaskithi ezinkulu ezisixhenxe zigcwele ngamaqhekeza ashiyekileyo.+ 9 Kwakukho amadoda amalunga ne-4 000 apho. Ekugqibeleni wathi mabagoduke abo bantu.