6 Ndeva into engathi lilizwi eliphuma phakathi kwezidalwa eziphilayo ezine lisithi: “Isixa sengqolowa esingaphezulu kwelitha siza kuxabisa idenariyo,+ nezixa ezithathu zerhasi ezingaphezulu kwelitha sisinye, ziza kuxabisa idenariyo. Uze ungayonakalisi ioli yomnquma newayini.”+