-
Luka 21:21-23IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
21 Ngoko abantu bakwaYuda mababalekele ezintabeni,+ abo bangaphakathi eYerusalem mabaphume, nabo basezilalini mabangangeni ngaphakathi, 22 kuba eli lixesha lokohlwaywa kwabantu nguThixo,* ukuze zenzeke zonke izinto ezibhaliweyo. 23 Baza kuthi shu ngezo mini abafazi abakhulelweyo nabadlezana!+ Kuza kube kunzima kakhulu kweli lizwe, kuba liza kube lisohlwaywa.
-