Luka 17:26, 27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngapha koko, ubukho* boNyana womntu+ buza kuba njengemihla kaNowa:+ 27 abantu babesitya, besela, amadoda etshata nabafazi betshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa emkhombeni,+ wafika uMkhukula, wabatshabalalisa bonke.+
26 Ngapha koko, ubukho* boNyana womntu+ buza kuba njengemihla kaNowa:+ 27 abantu babesitya, besela, amadoda etshata nabafazi betshatiswa, de kwaba yimini awangena ngayo uNowa emkhombeni,+ wafika uMkhukula, wabatshabalalisa bonke.+