Mateyu 25:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Ngoko ke, hlalani nithe qwa,+ kuba aniyazi imini ningayazi neyure.+ Marko 13:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Hlalani nivule amehlo, nithe qwa,+ kuba anilazi ixesha elikhethwe nguThixo.+ Luka 21:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ngoko ke, hlalani nithe qwa,+ nimcenga ngalo lonke ixesha uThixo,+ ukuze nisinde kuzo zonke izinto ezimele zenzeke, nikwazi nokuma phambi koNyana womntu.”+
36 Ngoko ke, hlalani nithe qwa,+ nimcenga ngalo lonke ixesha uThixo,+ ukuze nisinde kuzo zonke izinto ezimele zenzeke, nikwazi nokuma phambi koNyana womntu.”+