30 Ngokuqinisekileyo, uYesu wenza neminye imimangaliso emininzi phambi kwabafundi bakhe, engabhalwanga kulo msongo.+ 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi ukuze nikholwe ukuba uYesu unguKristu, uNyana kaThixo, nize ngenxa yokukholwa kwenu, nifumane ubomi ngegama lakhe.+