IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 26:57
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 57 Abo babebambe uYesu, bamsa kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakudibene ababhali nabadala.+

  • Yohane 18:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Aqala amsa kuAnas, kuba wayengumkhwe kaKayafa,+ owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka.+

  • Yohane 18:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Emva koko, uAnas wamthumela ebotshiwe kuKayafa umbingeleli omkhulu.+

  • IZenzo 4:5, 6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 5 Ngemini elandelayo abalawuli bamaYuda, abadala nababhali badibana eYerusalem, 6 kukho noAnas+ umbingeleli oyintloko, uKayafa,+ uYohane, uAleksandire nabo bonke abo babezizalamane zombingeleli oyintloko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share