-
Luka 1:80IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
80 Wakhula ke lo mntwana wanamandla, enomoya kaThixo, waza wahlala entlango de kwafika ixesha lokuba ashumayele kubantu bakwaSirayeli.
-