Mateyu 21:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Kuba uYohane weza kunibonisa indlela yobulungisa, kodwa anizange nimkholelwe. Bona abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ kodwa naloo nto ayizange inenze nizisole, nize nimkholelwe. Luka 7:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 (Bathi bakuyiva le nto, bonke abantu nabaqokeleli berhafu, bathi uThixo ulilungisa, kuba bona babesele bebhaptiziwe nguYohane.+
32 Kuba uYohane weza kunibonisa indlela yobulungisa, kodwa anizange nimkholelwe. Bona abaqokeleli berhafu namahenyukazi bamkholelwa,+ kodwa naloo nto ayizange inenze nizisole, nize nimkholelwe.
29 (Bathi bakuyiva le nto, bonke abantu nabaqokeleli berhafu, bathi uThixo ulilungisa, kuba bona babesele bebhaptiziwe nguYohane.+