IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 14:3-5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 UHerode* wayethe makabanjwe uYohane, abotshwe aze avalelwe ejele ngenxa kaHerodiya. UHerodiya lo wayekade engumfazi kaFilipu umntakwabo Herode.+ 4 Kaloku uYohane wayemana esithi kuye: “Akukho semthethweni ukuba utshate uHerodiya.”+ 5 Kodwa, nangona wayefuna ukumbulala, wayesoyika abantu, kuba babesithi uYohane ngumprofeti.+

  • Marko 6:17-20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 UHerode wayemvalele ejele uYohane, kuba wayefuna ukonwabisa uHerodiya, owayekade engumfazi kaFilipu umntakwabo.+ 18 Kuba uYohane wayemana esithi kuHerode: “Akukho semthethweni ukuba utshate umfazi womntakwenu.”+ 19 Ngoko uHerodiya wayemzondile, efuna nokumbulala, kodwa engenandlela. 20 Kaloku uHerode wayemoyika uYohane, esithi uyindoda elilungisa nengcwele,+ ngoko wamkhusela. Wayethanda ukummamela, kodwa qho emmamela wayexakwa ukuba makathini.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share