-
Rute 4:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Ngoko uBhohazi wamthatha uRute waba ngumfazi wakhe. Walala naye, waza uYehova wamsikelela, wakhulelwa, wazala umntwana oyinkwenkwe.
-