Isaya 7:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko ke, nantsi into aza kunibonisa ngayo uYehova: Jongani! Intombi iza kukhulelwa, izale umntwana oyinkwenkwe,+ imthiye igama elinguImanuweli.*+ Mateyu 1:24, 25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko, uYosefu wavuka ebuthongweni, wenza njengokuba eyalelwe yingelosi kaYehova,* wamtshata uMariya.* 25 Kodwa akazange alale naye de wazala unyana,+ waza uYosefu wamthiya igama elinguYesu.+
14 Ngoko ke, nantsi into aza kunibonisa ngayo uYehova: Jongani! Intombi iza kukhulelwa, izale umntwana oyinkwenkwe,+ imthiye igama elinguImanuweli.*+
24 Emva koko, uYosefu wavuka ebuthongweni, wenza njengokuba eyalelwe yingelosi kaYehova,* wamtshata uMariya.* 25 Kodwa akazange alale naye de wazala unyana,+ waza uYosefu wamthiya igama elinguYesu.+