Mateyu 10:26, 27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngoko ke sanukuboyika, kuba akukho nto igqunyiweyo ingazukutyhilwa, kungekho nanto iyimfihlo ingazukwaziwa.+ 27 Izinto endinixelela zona emfihlekweni, zithetheni ekuhleni, nezinto eniziva zisetyezwa, nishumayele ngazo niphezu kwezindlu.+ Marko 4:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kuba akukho nto ifihliweyo ingazukuvezwa, kungekho nanto igqunyiweyo ingazukutyhilwa.+ Luka 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba akukho nto ifihliweyo ingazukuvezwa, kungekho nanto igqunyiweyo ingazukutyhilwa.+
26 Ngoko ke sanukuboyika, kuba akukho nto igqunyiweyo ingazukutyhilwa, kungekho nanto iyimfihlo ingazukwaziwa.+ 27 Izinto endinixelela zona emfihlekweni, zithetheni ekuhleni, nezinto eniziva zisetyezwa, nishumayele ngazo niphezu kwezindlu.+