IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 4:12
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 12 Ngoko ke hamba, ndiza kuba nawe xa uthetha,* ndize ndikufundise into omele uyithethe.”+

  • IZenzo 6:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ngoku ke uThixo wamenzela ububele uStefano waza wamnika amandla, yaye yena wenza imimangaliso emikhulu nemiqondiso phakathi kwabantu.

  • IZenzo 6:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Kodwa abazange bakwazi ukumelana nobulumko bakhe nomoya oyingcwele owawumnceda ukuba athethe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share