-
Mateyu 24:45-47IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
45 “Ngubani kanye kanye olikhoboka elithembekileyo neliyingqondi,* elanikwa yinkosi yalo umsebenzi wokukhathalela abo basebenza endlini yayo, ukuze libanike ukutya kwabo ngexesha elifanelekileyo?+ 46 Liza konwaba elo khoboka ukuba inkosi yalo ifika liwenza loo msebenzi!+ 47 Ndiyaniqinisekisa ukuba, iza kuliphathisa zonke izinto zayo.
-