Mateyu 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Emva koko, ngoko nangoko wathi abafundi bakhe mabakhwele esikhepheni bamshiye baze bawelele ngaphesheya, ngoxa yena esajonge ukuba abantu bagoduke.+
22 Emva koko, ngoko nangoko wathi abafundi bakhe mabakhwele esikhepheni bamshiye baze bawelele ngaphesheya, ngoxa yena esajonge ukuba abantu bagoduke.+