Isaya 54:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Bonke oonyana* bakho baza kufundiswa nguYehova,+Kwaye oonyana* bakho baza kuba noxolo oluninzi.+