IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 11:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 UTata uziphathise mna zonke izinto,+ ibe akekho umntu omazi kakuhle uNyana ngaphandle kukaTata;+ engekho nomntu omazi kakuhle uTata ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.+

  • Luka 10:22
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 22 UTata uziphathise mna zonke izinto, ibe akekho umntu omaziyo uNyana ngaphandle kukaTata, engekho nomntu owaziyo ukuba ngubani uTata ngaphandle koNyana,+ nalowo uNyana athanda ukumxelela ngaye.”+

  • Yohane 1:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Akukho mntu wakha wambona uThixo nanini na;+ abantu bamazi ngokumaziswa+ nguthixo okuphela kozelweyo,+ yena usondeleyo kuTata.*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share