Yohane 6:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ookhokho bethu batya imana entlango,+ kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Wabanika isonka esivela ezulwini, batya.’”+
31 Ookhokho bethu batya imana entlango,+ kanye njengokuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Wabanika isonka esivela ezulwini, batya.’”+