Yohane 5:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kuba kanye njengoko uTata ekwazi ukunika abantu ubomi,+ unike noNyana amandla okukwazi ukunika abantu ubomi.+ 1 Korinte 15:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kanye njengokuba bonke besifa ngenxa ka-Adam,+ ngokunjalo bonke baza kwenziwa baphile ngenxa kaKristu.+
26 Kuba kanye njengoko uTata ekwazi ukunika abantu ubomi,+ unike noNyana amandla okukwazi ukunika abantu ubomi.+
22 Kanye njengokuba bonke besifa ngenxa ka-Adam,+ ngokunjalo bonke baza kwenziwa baphile ngenxa kaKristu.+