Yohane 3:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kwakhona, akukho mntu ukhe waya ezulwini+ ngaphandle kwalowo uvela khona,+ uNyana womntu. Yohane 6:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 kuba ndehla ndivela ezulwini+ ndingezanga kwenza ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+ Yohane 8:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Waqhubeka esithi kuwo: “Nina ningabalapha emhlabeni; mna ndivela phezulu.+ Nina ningabeli hlabathi; mna andingoweli hlabathi. IZenzo 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva kokuba ethethe ezi zinto, wanyuswa bejongile, laza ilifu lamogquma abambona.+
38 kuba ndehla ndivela ezulwini+ ndingezanga kwenza ukuthanda kwam, kodwa ukuthanda kwaLowo undithumileyo.+
23 Waqhubeka esithi kuwo: “Nina ningabalapha emhlabeni; mna ndivela phezulu.+ Nina ningabeli hlabathi; mna andingoweli hlabathi.