IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 12:32
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 32 “Sanukoyika mhlambi mncinci,+ kuba uTata wenu uza kuninika uBukumkani.+

  • 1 Petros 1:3, 4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Makadunyiswe uThixo noTata weNkosi yethu uYesu Kristu, oye ngenceba wasizala ngokutsha,+ ukuze sibe nethemba+ elingagungqiyo kuba uYesu Kristu evusiwe ekufeni,+ 4 size sifumane ilifa elingasoze lonakale, lingcole okanye liphele.+ Libekelwe nina emazulwini,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share