IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 1:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Ubomi babakho ngaye, ibe ubomi bakhe baba kukukhanya ebantwini.+

  • Yohane 6:63
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 63 Ngumoya kaThixo onika ubomi;+ imizamo yabantu ayincedi nganto. Izinto endizithethe kuni zisuka kumoya oyingcwele, ibe zinika ubomi.+

  • Yohane 17:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Ukuze abantu bafumane ubomi obungunaphakade,+ kufuneka bakwazi kakuhle wena okuphela koThixo wokwenene,+ nalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+

  • Roma 6:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Kuba umvuzo ohlawulwa sisono kukufa,+ kodwa isipho esivela kuThixo bubomi obungunaphakade+ ngoKristu Yesu iNkosi yethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share