Yohane 10:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Kodwa ukuba ndenza kona, yikholelweni ke imimangaliso endiyenzayo,+ nokuba anindikholelwa mna, ukuze nazi yaye nihlale nisazi ukuba uTata umanyene nam, nam ndimanyene noTata.”+ Yohane 17:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.
38 Kodwa ukuba ndenza kona, yikholelweni ke imimangaliso endiyenzayo,+ nokuba anindikholelwa mna, ukuze nazi yaye nihlale nisazi ukuba uTata umanyene nam, nam ndimanyene noTata.”+
21 ukuze bonke babe banye,+ njengokuba nawe Tata umanyene nam, nam ndimanyene nawe,+ baze nabo bamanyane nathi, ukuze ihlabathi likholwe ukuba ndithunywe nguwe.