IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 10:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Akukho mntu ubuthathayo kum, kodwa ndibunikezela ngokwam. Ndinegunya lokubunikezela, ndikwanalo negunya lokuphinda ndibufumane.+ Ibe ndilifumene kuTata.”

  • Yohane 12:49
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 49 Kaloku izinto endizithetha kuni azisuki kum, kodwa nguTata ondiyalele ukuba ndithethe njani, okanye ndithini.+

  • Yohane 15:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Ukuba niyayithobela imiyalelo yam, ndiza kuhlala ndinithanda, njengoko nam ndiyithobele imiyalelo kaTata, waza naye wahlala endithanda.

  • Filipi 2:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Ngaphezu koko, xa wayengumntu, wazithoba wade wafa,+ efela kwisibonda sokungcungcutheka.*+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share