Yohane 7:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Emva koko, uYesu wathi ebantwini: “Ndiseza kuba kunye nani ithutyana ngaphambi kokuba ndibuyele kuLowo undithumileyo.+ Yohane 13:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYesu wayesazi ukuba uTata wakhe uzinikele ezandleni zakhe zonke izinto, esazi nokuba uvela kuThixo, ibe uza kubuyela kuye.+
33 Emva koko, uYesu wathi ebantwini: “Ndiseza kuba kunye nani ithutyana ngaphambi kokuba ndibuyele kuLowo undithumileyo.+
3 UYesu wayesazi ukuba uTata wakhe uzinikele ezandleni zakhe zonke izinto, esazi nokuba uvela kuThixo, ibe uza kubuyela kuye.+