Yohane 16:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ke into emaniyazi kukuba, ukuhamba kwam kuza kuninceda. Kuba ukuba andihambi, uThixo akazukuninika umoya wakhe;+ kodwa ukuba ndiyahamba, ndiza kumcela ukuba aninike.
7 Kodwa ke into emaniyazi kukuba, ukuhamba kwam kuza kuninceda. Kuba ukuba andihambi, uThixo akazukuninika umoya wakhe;+ kodwa ukuba ndiyahamba, ndiza kumcela ukuba aninike.