Yohane 14:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Akukho nto ininzi ndiza kuphinda ndiyithethe nani, kuba uyeza umlawuli weli hlabathi,+ ibe akukho nto anokundibamba ngayo.*+ IZenzo 14:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Babesomeleza abafundi,+ bebakhuthaza ukuba bahlale benokholo besithi: “Simele sinyamezele iintlungu ezininzi ngaphambi kokuba singene kuBukumkani BukaThixo.”+ 1 Yohane 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Nina bantwana abancinci niphuma kuThixo, yaye niboyisile abaprofeti bobuxoki,+ kuba lowo umanyene nani+ mkhulu kunalowo umanyene nehlabathi.+ 1 Yohane 5:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kuba wonke umntu ozelwe* nguThixo uyaloyisa ihlabathi.+ Into eye yasinceda saloyisa ihlabathi, lukholo lwethu.+ ISityhilelo 3:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Umntu owoyisayo+ uza kuhlala nam kwitrone yam,+ njengokuba nam ndoyisayo ndaza ndahlala+ noTata kwitrone yakhe.
30 Akukho nto ininzi ndiza kuphinda ndiyithethe nani, kuba uyeza umlawuli weli hlabathi,+ ibe akukho nto anokundibamba ngayo.*+
22 Babesomeleza abafundi,+ bebakhuthaza ukuba bahlale benokholo besithi: “Simele sinyamezele iintlungu ezininzi ngaphambi kokuba singene kuBukumkani BukaThixo.”+
4 Nina bantwana abancinci niphuma kuThixo, yaye niboyisile abaprofeti bobuxoki,+ kuba lowo umanyene nani+ mkhulu kunalowo umanyene nehlabathi.+
4 kuba wonke umntu ozelwe* nguThixo uyaloyisa ihlabathi.+ Into eye yasinceda saloyisa ihlabathi, lukholo lwethu.+
21 Umntu owoyisayo+ uza kuhlala nam kwitrone yam,+ njengokuba nam ndoyisayo ndaza ndahlala+ noTata kwitrone yakhe.