Yohane 2:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Lo ngummangaliso wokuqala owenziwa nguYesu, ibe wawenza eKana yaseGalili. Walwenza lwabonwa uzuko lwakhe,+ baza abafundi bakhe bakholwa kuye.
11 Lo ngummangaliso wokuqala owenziwa nguYesu, ibe wawenza eKana yaseGalili. Walwenza lwabonwa uzuko lwakhe,+ baza abafundi bakhe bakholwa kuye.