IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 21:8, 9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 8 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Yenza umfanekiso wenyoka enetyhefu uze uyixhome epalini. Umntu otyiwe yinyoka, kuza kufuneka ajonge le ixhonyiweyo ukuze aphile.” 9 Ngoko nangoko uMoses wenza inyoka ngekopolo+ waza wayixhoma epalini.+ Bekusithi xa umntu elunywe yinyoka, aze ajonge inyoka yekopolo, aphile.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share