Yohane 3:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Lowo uzikholelwayo izinto azifundisayo uNyana kaThixo aze azenze, uza kufumana ubomi obungunaphakade;+ kodwa lowo ungamthobeliyo uNyana kaThixo, akazukubufumana,+ ibe uza kuhlala ewuva umsindo kaThixo.+ Yohane 20:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi ukuze nikholwe ukuba uYesu unguKristu, uNyana kaThixo, nize ngenxa yokukholwa kwenu, nifumane ubomi ngegama lakhe.+
36 Lowo uzikholelwayo izinto azifundisayo uNyana kaThixo aze azenze, uza kufumana ubomi obungunaphakade;+ kodwa lowo ungamthobeliyo uNyana kaThixo, akazukubufumana,+ ibe uza kuhlala ewuva umsindo kaThixo.+
31 Kodwa le iye yabhalwa phantsi ukuze nikholwe ukuba uYesu unguKristu, uNyana kaThixo, nize ngenxa yokukholwa kwenu, nifumane ubomi ngegama lakhe.+