9 UThixo wasibonisa ukuba uyasithanda ngokuthumela unyana wakhe okuphela kwamzeleyo ehlabathini,+ ukuze sifumane ubomi ngaye.+ 10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, kodwa nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe ukuba abe ngumbingelelo+ wokuxolelwa kwezono zethu.+