Yohane 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Sele eza kufika emhlabeni lowo ukukukhanya kokwenene, oza kukhanyisela wonke umntu.+ Yohane 8:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 12 UYesu waphinda wathi kuloo maYuda: “Ndikukukhanya kwehlabathi.+ Nabani na ondilandelayo akasoze ahambe ebumnyameni, kodwa uza kufumana ukukhanya+ okunika ubomi.” Yohane 9:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndikukukhanya kwehlabathi, ngoku ndiselapha emhlabeni.”+ Yohane 12:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 Ndizokuba kukukhanya ehlabathini,+ ukuze wonke umntu ondikholelwayo angahlali ebumnyameni.+
8 12 UYesu waphinda wathi kuloo maYuda: “Ndikukukhanya kwehlabathi.+ Nabani na ondilandelayo akasoze ahambe ebumnyameni, kodwa uza kufumana ukukhanya+ okunika ubomi.”