IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 13:45, 46
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 45 Xa amaYuda abona abo bantu baninzi, aba nomona aza athetha kakubi, ephikisa izinto ezazithethwa nguPawulos.+ 46 Emva koko uPawulos noBharnabhas bathetha ngesibindi nawo bathi: “Bekufanelekile ukuba ilizwi likaThixo lithethwe kuni kuqala.+ Kodwa ekubeni ningalifuni yaye ningaziboni nifanelwe bubomi obungunaphakade, siza kushumayela ezintlangeni.+

  • Roma 1:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Andinazintloni ngokushumayela ezi ndaba zilungileyo,+ kuba zibonisa ukuba uThixo unamandla yaye unokubasindisa bonke abo banokholo,+ amaYuda kuqala+ namaGrike.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share