Luka 21:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 “Kodwa ngaphambi kokuba zonke ezi zinto zenzeke, abantu baza kunibamba, banitshutshise,+ banise kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda* nasejele. Niza kumiswa phambi kookumkani nabalawuli ngenxa yegama lam.+
12 “Kodwa ngaphambi kokuba zonke ezi zinto zenzeke, abantu baza kunibamba, banitshutshise,+ banise kwizindlu akhonzela kuzo amaYuda* nasejele. Niza kumiswa phambi kookumkani nabalawuli ngenxa yegama lam.+