IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 45:7
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  7 Ubuthandile ubulungisa,+ wabucaphukela ububi.+

      Yiyo le nto uThixo, uThixo wakho, ekuthambise+ ngeoli yovuyo+ ngaphezu kwabanye abantu.

  • IZenzo 10:38
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 38 Kwakuthethwa ngoYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamkhetha ngayo ngomoya oyingcwele+ wamnika namandla, yaye walihamba lonke ilizwe esenza izinto ezilungileyo kwaye ephilisa bonke abantu ababecinezelwe nguMtyholi,+ kuba uThixo wayenaye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share