IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 53:10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Kodwa yayiyinjongo kaYehova ukumtyumza,* ibe wamyeka wagula.

      Ukuba wena Thixo unikela ubomi bakhe njengomnikelo wetyala,+

      Uza kuyibona inzala* yakhe, uza kuyenza mide imihla yakhe,+

      Yaye kuza kwenzeka ngaye ukuthanda kukaYehova.+

  • Luka 24:44
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 44 Emva koko wathi kubo: “Ngokuya ndandikunye nani, ndanixelela+ ukuba zimele zenzeke zonke izinto ezibhaliweyo ngam eMthethweni kaMoses, kwiincwadi zabaProfeti nakwiiNdumiso.”+

  • IZenzo 2:23
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 23 Ngenxa yokuba uThixo ethanda* yaye esazi kwangaphambili, wayinikela le ndoda+ naza nina nayibethelela esibondeni ngesandla sabantu abangenamthetho, nayibulala.+

  • 1 Petros 1:20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Yena ke wakhethwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi,*+ kodwa wabonakaliswa ekupheleni kwamaxesha ngenxa yenu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share