IZenzo 2:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Bonke abantu baqalisa ukoyika, kwaye abapostile babesenza imimangaliso emininzi.+ IZenzo 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngaphezu koko, abapostile baqhubeka besenza imimangaliso nezinto ezinkulu phakathi kwabantu;+ yaye bonke babedibana kwiVeranda KaSolomon.+
12 Ngaphezu koko, abapostile baqhubeka besenza imimangaliso nezinto ezinkulu phakathi kwabantu;+ yaye bonke babedibana kwiVeranda KaSolomon.+