IZenzo 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kwasuka kwabakho ingxolo evela ezulwini, efana neyomoya obhudla ngamandla, yavakala kuyo yonke loo ndlu babehleli kuyo.+ IZenzo 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 bonke bafumana umoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha iilwimi ezahlukahlukeneyo, kanye njengokuba umoya wawubanceda bazithethe.+
2 Kwasuka kwabakho ingxolo evela ezulwini, efana neyomoya obhudla ngamandla, yavakala kuyo yonke loo ndlu babehleli kuyo.+
4 bonke bafumana umoya oyingcwele,+ baqala ukuthetha iilwimi ezahlukahlukeneyo, kanye njengokuba umoya wawubanceda bazithethe.+