IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 9:19, 20
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 19 yaye watya, waphinda wanamandla.

      Wahlala iintsuku ezimbalwa nabafundi eDamasko,+ 20 waza ngoko nangoko waqalisa ukushumayela ngoYesu kwizindlu ekukhonzwa kuzo, esithi lo nguNyana kaThixo.

  • IZenzo 13:13, 14
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 UPawulos nabantu awayehamba nabo bahamba ngesikhephe besuka ePafo baya ePerga esePamfiliya. Kodwa uYohane+ wabashiya wabuyela eYerusalem.+ 14 Bemka ePerga baya kwa-Antiyokwe ePisidiya. NgeSabatha baya kwindlu akhonza kuyo amaYuda,+ baza bahlala phantsi.

  • IZenzo 14:1
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Ukufika kwabo eIkoniyo bangena kwindlu awayekhonzela kuyo amaYuda baza abantu abaninzi abangamaYuda nabangamaGrike baba ngamakholwa ngenxa yendlela ababethetha ngayo.

  • IZenzo 18:4
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 4 Wayedla ngokushumayela qho ngesabatha+ kwindlu akhonzela kuyo amaYuda,+ ezama ukweyisela amaYuda namaGrike.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share