IZenzo 14:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kodwa amaYuda awayengazange akholwe antyontyela abantu beentlanga, abafaka umoya ombi ukuba bajikele abazalwana.+ IZenzo 14:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+
2 Kodwa amaYuda awayengazange akholwe antyontyela abantu beentlanga, abafaka umoya ombi ukuba bajikele abazalwana.+
19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+