-
IZenzo 13:32, 33IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
32 “Ngoku sishumayela kuni iindaba ezilungileyo ezingesithembiso esenziwa kookhokho bethu. 33 UThixo uye wayenza yonke loo nto wayebathembise yona, kuthi thina bantwana babo, ngokuvusa uYesu,+ kanye njengokuba kubhalwe kwindumiso yesibini kwathiwa: ‘Ungunyana wam; namhlanje ndiye ndaba ngutata wakho.’+
-