IZenzo 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa ke abaninzi kwabo babemamele loo ntshumayelo bakholwa, yaye amadoda awakholwayo aba malunga ne-5 000.+ IZenzo 5:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Baya besanda nabantu ababekholelwa eNkosini, amadoda nabafazi abaninzi.+
4 Kodwa ke abaninzi kwabo babemamele loo ntshumayelo bakholwa, yaye amadoda awakholwayo aba malunga ne-5 000.+