IZenzo 5:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 UThixo wamphakamisa waba nguMmeli Oyintloko+ noMsindisi+ ngasekunene kwakhe,+ ukuze amaSirayeli aguquke aze axolelwe izono zawo.+ Hebhere 2:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kuba kwakufanelekile ngoThixo ezibekho ngenxa yakhe zonke izinto nezibekho ngaye, obanika uzuko oonyana abaninzi,+ ukwenza uMmeli Oyintloko wosindiso lwabo+ agqibelele ngokuva ubunzima.+
31 UThixo wamphakamisa waba nguMmeli Oyintloko+ noMsindisi+ ngasekunene kwakhe,+ ukuze amaSirayeli aguquke aze axolelwe izono zawo.+
10 Kuba kwakufanelekile ngoThixo ezibekho ngenxa yakhe zonke izinto nezibekho ngaye, obanika uzuko oonyana abaninzi,+ ukwenza uMmeli Oyintloko wosindiso lwabo+ agqibelele ngokuva ubunzima.+