Hezekile 33:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “‘Xa ndisithi kumenzi-bubi: “Ngokuqinisekileyo uza kufa,” aze aguquke esonweni sakhe, enze okusesikweni* nobulungisa,+ Hezekile 33:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Akukho nasinye kwizono azenzileyo aza kuphenduliswa ngaso.*+ Ngenxa yokwenza kwakhe okusesikweni* nobulungisa, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.’+ 1 Yohane 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+
14 “‘Xa ndisithi kumenzi-bubi: “Ngokuqinisekileyo uza kufa,” aze aguquke esonweni sakhe, enze okusesikweni* nobulungisa,+
16 Akukho nasinye kwizono azenzileyo aza kuphenduliswa ngaso.*+ Ngenxa yokwenza kwakhe okusesikweni* nobulungisa, ngokuqinisekileyo uza kuhlala ephila.’+
7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+