IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 51:5
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  5 Kaloku ndazalwa ndinesono,

      Nomama wandikhawulela esonweni.+

  • Yohane 8:34
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 34 UYesu wathi kuwo: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na oqhubeka esona, ulikhoboka lesono.+

  • Roma 6:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 Anazi na ukuba xa nizinikela kuye nabani na ukuze nimthobele njengamakhoboka, ningamakhoboka aloo mntu nimthobelayo?+ Ngoko ukuba ningamakhoboka esono,+ siza kunikhokelela ekufeni,+ kodwa ukuba ningamakhoboka kaThixo yaye niyamthobela, niza kuba ngamalungisa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share