Mateyu 26:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Hlalani nithe qwa,+ ningayeki ukuthandaza,+ ukuze ninganikezeli xa nilingwa.+ Ndiyaqonda kona ukuba intliziyo iyafuna ukwenza okulungileyo, kodwa wona umzimba ubuthathaka.”+
41 Hlalani nithe qwa,+ ningayeki ukuthandaza,+ ukuze ninganikezeli xa nilingwa.+ Ndiyaqonda kona ukuba intliziyo iyafuna ukwenza okulungileyo, kodwa wona umzimba ubuthathaka.”+