Efese 2:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngapha koko uThixo unenze naphila nangona nanifile ngenxa yeempazamo nezono zenu,+ 2 kuba nanikhe naphila ngendlela yeli hlabathi,+ ngendlela umlawuli wegunya lomoya afuna niphile ngayo.+ Ngoku lo moya+ usebenza kwabo bangamthobeliyo uThixo.
2 Ngapha koko uThixo unenze naphila nangona nanifile ngenxa yeempazamo nezono zenu,+ 2 kuba nanikhe naphila ngendlela yeli hlabathi,+ ngendlela umlawuli wegunya lomoya afuna niphile ngayo.+ Ngoku lo moya+ usebenza kwabo bangamthobeliyo uThixo.