IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 55:10, 11
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 10 Njengokuba kusihla imvula nekhephu emazulwini,

      Zingabuyeli kuwo zingawumanzisanga umhlaba, ziwenze uvelise kwaye uhlume,

      Umnike imbewu umntu otyalayo, umnike nesonka otyayo,

      11 Liza kuba njalo ke ilizwi eliphuma emlonyeni wam.+

      Soze libuyele kum lingayenzanga into endiyithethileyo,+

      Kodwa nakanjani, liza kukwenza ukuthanda kwam,*+

      Ibe liza kuphumelela kuloo nto ndilithuma ukuba liyenze.

  • Yohane 8:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Zininzi izinto endinokuzithetha ngani nendimele ndigwebe ngazo. Lowo undithumileyo uhlala ethetha inyani, ibe ezi zinto ndizithethayo ndizive ngaye.”+

  • 2 Timoti 2:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 nokuba thina asithembekanga, yena uhlala ethembekile, kuba akakwazi kuziphika.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share