Levitikus 17:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kuba ubomi bayo nantoni na ephilayo busegazini,+ yaye mna ndininike lona ukuze nizihlawulele esibingelelweni,+ kuba ligazi elinenza nihlawulelwe+ ngobomi obukulo. IZenzo 13:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 nokuba nangona naningenakuba msulwa kuzo zonke izinto phantsi komthetho kaMoses,+ wonke umntu okholwayo wenziwa msulwa ngenxa kaYesu.+ Efese 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngenxa yoNyana wakhe sikhululwe, sahlawulelwa ngegazi lakhe,+ saxolelwa nezono zethu+ ngenxa yobubele* bukaThixo obuninzi.
11 Kuba ubomi bayo nantoni na ephilayo busegazini,+ yaye mna ndininike lona ukuze nizihlawulele esibingelelweni,+ kuba ligazi elinenza nihlawulelwe+ ngobomi obukulo.
39 nokuba nangona naningenakuba msulwa kuzo zonke izinto phantsi komthetho kaMoses,+ wonke umntu okholwayo wenziwa msulwa ngenxa kaYesu.+
7 Ngenxa yoNyana wakhe sikhululwe, sahlawulelwa ngegazi lakhe,+ saxolelwa nezono zethu+ ngenxa yobubele* bukaThixo obuninzi.